DOWNLOAD MADODA SABELANI BY LLOYISO - MP3, MP4 & LYRICS

Title Madoda Sabelani
Artists Lloyiso
Genres Soul
Country South Africa

Madoda Sabelani Lyrics

[CHORUS]
Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Hee Madoda ngqandani (Iyooh!)
Yiyo lengozi yiyo lengozi sithi lengozi
Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Abafazi bayalila (Iyooh!)
Yiyo lengozi yiyo lengozi sithi lengozi

Ndiyathandaza Nkosi uphendule imithandazo yethu
Izikhalo uyaziva, abafazi bayslila.
Mhh...
Syathandaza Nkosi bedlwengulwa
Bebulalwa bekhalela ubomi babo
Ngenelela! ngenelela! Ngenelela!

[CHORUS]
Hee Madoda Mamelani (Iyooh!)
Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Hee Madoda ngqandani (Iyooh!)
Yiyo lengozi yiyo lengozi sithi lengozi
Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Hee madoda ngqandani (Iyooh!)
Yiyo lengozi yiyo lengozi sithi lengozi
Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Hee madoda ngqandani (Iyooh!)
Yiyo lengozi yiyo lengozi sithi lengozi

Thunununu (thunu)
Thunununu (thunu)
Thunununu (thunu)
Thunununu (thunu)
Thunununu (thunu)
Thunununu (thunu)
Yiyo lengozi yiyo lengozi sithi lengozi

Mhh mmmhh (Iyooh)
Mhh mmmhh (Iyooh)
Mhh mmmhh (Iyooh)
Mhh mmmhh (Iyooh)

Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Hee Madoda Sabelani (Iyooh!)
Hee madoda ngqandani (Iyooh!)
Yiyo lengozi yiyo lengozi sithi lengozi