DOWNLOAD ASOZE BY ZAIN SA - MP3, MP4 & LYRICS

Asoze Lyrics

Asoze ndikushiye
Bambelela my baby
Ungayeki
Asoze ndikushiye
Bambelela my baby
Ungayeki

Usisthandwa sam
Ulubambo Iwam
Uyintoyonke apha kum
Uyintoyonke apha kum
Jonga
Itshomi zakho namajita
Bafunu’faki phepha
Bafunu’faki fillet
Andizuyenzanto
Ubujole noban before mna
 
Asoze ndikushiye
Bambelela my baby
Ungayeki
Asoze ndikushiye
Bambelela my baby
Ungayeki
Asoze ndikushiye
Bambelela my baby
Ungayeki

Asoze ndikushiye
Bambelela my baby
Ungayeki
Asoze ndikushiye
Bambelela my baby
Ungayeki
Asoze ndikushiye
Bambelela my baby
Ungayeki

Usisthandwa sam
Ulubambo Iwam
Uyintoyonke apha kum
Uyintoyonke apha kum
Jonga
Itshomi zakho namajita
Bafunu’faki phepha
Bafunu’faki fillet
Andizuyenzanto
Ubujole noban before mna
Asoze ndikushiye
Bambelela my baby
Ungayeki

Asoze ndikushiye
Bambelela my baby
Ungayeki
Asoze ndikushiye
Bambelela my baby
Ungayeki
Asoze ndikushiye
Bambelela my baby
Ungayeki