DOWNLOAD UZUNDIGCINE BY ZAIN SA - MP3, MP4 & LYRICS

Uzundigcine Lyrics

Andinaw’amandla
Okulwa ngokwam
Thixo yilwa
Nabalwa nam
Noba sekumnyama ndinga luboni utshaba
Iba ngamehlo am
Noba sekumnyama ndingayoni indlela
Iba nam

Ngelixesha kugquth’umoya
Ngama mene mene
Ngama lokonya
lintwez’noomona
Thixo iba nam
Iba nam

Uzundigcine uzundilondoloze
Uzundigcine uzundilondoloze
Uzundigcine uzundilondoloze
Uzundigcine uzundilondoloze

Ngelixesha kugquth’umoya
Ngama mene mene
Ngama lokonya
lintwez’noomona
Thixo iba nam
Iba nam

Uzundigcine uzundilondoloze
Uzundigcine uzundilondoloze
Uzundigcine uzundilondoloze
Uzundigcine uzundilondoloze