DOWNLOAD ZOSULE ZONKE BY ZAIN SA - MP3, MP4 & LYRICS

Title Zosule Zonke
Artists Zain Sa
Genres Amapiano
Country South Africa

Zosule Zonke Lyrics

Ah ah ah, thula
Thula sukulila
Njengomntu ongena themba
Njengomntu ongena themba
Oh Oh Oh, thula
Thula sukulila
Njengomntu ongena themba
Njengomntu ongena themba

Zosule zonke
Zosule zonke Inyembezi
Zosule zonke
Zosule zonke Inyembezi
Andifuni ukbona ulila mna
Ndikubone ugixa
Ndikubone ugixa
Andifuni ukbona ulila mna
Ndikubone ugixa
Ndikubone ugixa

Zosule zonke
Zosule zonke Inyembezi
Zosule zonke
Zosule zonke Inyembezi
Andifuni ukbona ulila mna
Ndikubone ugixa
Ndikubone ugixa
Andifuni ukbona ulila mna
Ndikubone ugixa
Ndikubone ugixa
Thula
Thula sukulila
Njengomntu ongena themba
Njengomntu ongena

Ai! Thula
Thula sukulila
Njengomntu ongena themba
Njengomntu ongena themba
Zosule zonke
Zosule zonke Inyembezi
Zosule zonke
Zosule zonke Inyembezi
Andifuni ukbona ulila mna
Ndikubone ugixa
Ndikubone ugixa
Andifuni ukbona ulila mna
Ndikubone ugixa
Ndikubone ugixa

Zosule zonke
Zosule zonke Inyembezi
Zosule zonke
Zosule zonke Inyembezi
Andifuni ukbona ulila mna
Ndikubone ugixa
Ndikubone ugixa
Andifuni ukbona ulila mna
Ndikubone ugixa
Ndikubone ugixa